Isixhosa (1)
by Linathi Mpono
1. Amaxesha
1.1. Ixesha langoku - umama upheka isonka
1.2. Ixesha elizayo - umama uzakupheka isonka
1.3. Ixesha elidlulileyo - umama upheke isonka
1.4. Ixesha eladlulayo - umama wapheka isonka
2. Ukusetyenziswa kolwimi
2.1. Intloko--umenzi wento
2.2. Isenzi- lilatha isenzelo
2.3. Injongo senzi- yilento isenzeko senzeka kuyo
3. Izifanekiso zwi
3.1. Kr
3.2. Gr
3.3. Rh
4. Izichazi
4.1. Isiphawuli - bi, de, dala, khulu, hle, ncinci, ncinane
4.2. Izibaluli - bomvu, hlophe
4.3. Isimnini - igama elibangayo
5. Isimamva
5.1. Ana
5.2. Kazi
6. Izinciphiso
6.1. Ihentshana
6.2. Umlanjana
6.3. Inkonyana
6.4. Iphetshana
7. Izihlomelo
7.1. Isihlomelo sobunjani - ndisebenza lula
7.2. Isihlomelo sexesha- imivundla ayilali ebusuku
7.3. Isihlomelo sendawo- umama uye eKapa
7.4. Isihlomelo sobungakanani- uyakangaphi ejimini ngeveki
8. Isishwankathelo
8.1. Usebenzisa iingongoma eziphambili
8.2. Usebenzisa amazwi akho
8.3. Iingongoma zibasixhenxhe kuphela
9. Isimelabizo
9.1. Isimelabizo soqobo -umntu: yena, bona, zona
9.2. Isimelabizo soqobo sogxininiso -umntu:oyena, eyona, abona
9.3. Isimelabizo sokwalatha -umntu: lo, lowo, lowaa, apha, apho
9.4. Isimelabizo soquko - abantu : bonke, bodwa, zonke, wonke
10. Izihlanganisi
10.1. Kwaye, Kuba, nangona
10.2. Xa, kodwa, ngakumbi
10.3. Kambe, ke, okanye
11. Amahlelo
11.1. 1,3,5,7,9,11,14,15 (singular)
11.2. 2,4,6,8,10 (plural)
12. Iimeko zoshiywa kweceba
12.1. Emva kwesimelabizo soqobo - mna mntu mandihambe
12.2. Emva kwesimelabizo sokwalatha - esi sitya sikhulu
12.3. Emva kwesimelabizo soqobo sogxininiso - okona kutya okumnandi yinyama
12.4. Emva kwesilanduli - a kukho mntu kulendlu
12.5. Kwizibizo - bantwana
12.6. Phambi kwezichazi uni - ufumene mntwana mni